IGENESIS 15:13
IGENESIS 15:13 IBHAYIBHILE (XHO96)
UNdikhoyo wathi kuye: “Inzala yakho iya kuba ngabangeneleli kumhlaba wasemzini, uze uyazi loo nto. Apho baya kuba ngamakhoboka, baphathwe gadalala amakhulu amane eminyaka.
Yabelana
Funda IGENESIS 15IGENESIS 15:13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi kuAbram, Yazi ke, ukuba imbewu yakho iya kuba ngumphambukeli ezweni elingelayo, ibakhonze abo, bayicinezele, iminyaka emakhulu mané.
Yabelana
Funda IGENESIS 15