UEZRA 9:9
UEZRA 9:9 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngokuba singabakonzi tina; kodwa ebukonzini betu UTIXO wetu akasishiyanga; utobele pezu kwetu ububele ebusweni bokumkani be‐Peresiya, ukuba asinike impiliso, siyipakamise indlu KATIXO wetu, sizimise ingcitakalo zayo, nokuba asinike utango kwa‐Juda nase‐Yerusaleme.
UEZRA 9:9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngokuba singamakhoboka; ke ebukhobokeni bethu akasishiyanga uThixo wethu; usithobele inceba phambi kookumkani basePersi, basisindisa, ukuba siphakamise indlu yoThixo wethu, silungise inxuwa layo, basibiyele uthango kwaYuda, naseYerusalem.
UEZRA 9:9 IBHAYIBHILE (XHO96)
Nangona singamakhoboka, wena Thixo wethu akusilahlanga ekuthinjweni. Izikumkani zasePeshiya uzenze zanobubele kuthi. Usithe jize ngebuya-mbo lokuba sivuse indlu kaThixo wethu, siwavuse namabhodlo, waza ke wasikhusela thina bakwaJuda naseJerusalem.
UEZRA 9:9 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kuba besingamakhoboka; Noko ke, uThixo wethu akasishiyanga ebukhobokeni bethu; wesuka wasenzela inceba phambi kookumkani bamaPersi, wasinika umphefumlo, ukuba siyakhe indlu yoThixo wethu, siwalungise amanxuwa ayo, asinikele udonga lokungqinga ilizwe lakwaYuda, iYerusalem.