UHEZEKILE 33:9
UHEZEKILE 33:9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wena ke, xa uthe wamvuselela ongendawo endleleni yakhe, ukuba abuye kuyo, àkabuya endleleni yakhe: wofa yena ngobugwenxa bakhe, ke wena ùwuhlangule umphefumlo wakho.
Yabelana
Funda UHEZEKILE 33UHEZEKILE 33:9 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kodwa ukuba umntu okhahlakeleyo umnqandile kubugwenxa bakhe, waza akakuva, uya kufa ngenxa yesono sakhe, kodwa wena uya kuba ubuhlangule ekufeni ubomi bakho.
Yabelana
Funda UHEZEKILE 33