UHEZEKILE 33:6
UHEZEKILE 33:6 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kodwa ukuba uthe umlindi, elibona ikrele lisiza, akalivuthela ixilongo ukulumkisa abantu, laza ikrele lafika labulala omnye wabo, lowo uya kufa ngenxa yesono sakhe, kodwa ityala lokufa kwakhe liya kuba lelomlindi.
UHEZEKILE 33:6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Umboniseli lowo, xa athe walibona ikrele lisiza, àkavuthela isigodlo, àkabavusa abantu; lafika ikrele, lathabatha kubo umphefumlo: lowo uthatyathwe ngobugwenxa bakhe, ke igazi lakhe ndolibiza esandleni somboniseli lowo.
UHEZEKILE 33:6 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ukuba ke umlindi uthe walibona ikrele lisiza, akalivuthela isigodlo, abantu abalumkiswa; ukuba lithe lafika ikrele, labulala omnye kubo, urhoxile ebubini bakhe; ke igazi lakhe ndolibiza esandleni somboniseli lowo.
UHEZEKILE 33:6 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Naxeshekweni umlindi abona iṙele lisiza, kanti akavuteli ngexilongo, bati abantu bangayalwa; ukuba liyeza iṙele, lisuse omnye wakubo, lowo uyasuswa usetyaleni lake, kodwa igazi lake ndolibiza esandleni somlindi.