UHEZEKILE 33:5
UHEZEKILE 33:5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Izwi lesigodlo úlivile, akavuswa, igazi lakhe loba phezu kwakhe; evusiwe, ange ewusizile umphefumlo wakhe.
Yabelana
Funda UHEZEKILE 33UHEZEKILE 33:5 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ulivile ixilongo, kodwa akahoya; ngoko ke ityala lokufa kwakhe lelakhe. Ukuba ebehoyile ngesindile ekufeni.
Yabelana
Funda UHEZEKILE 33