UHEZEKILE 33:11
UHEZEKILE 33:11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Yithi kubo, Ndihleli nje, itsho iNkosi uYehova, unakanye ukuba kube mnandi kum ukufa kongendawo; kumnandi kum ukubuya kongendawo endleleni yakhe, aphile. Buyani, buyani ezindleleni zenu ezimbi! Yini na ukuba nide nife, ndlu kaSirayeli?
UHEZEKILE 33:11 IBHAYIBHILE (XHO96)
Yithi kubo: ‘Ndikho nje ndiyafunga, itsho iNkosi uNdikhoyo; akundikholisi ukufa kwabakhohlakeleyo. Ndithanda ukuba baguquke, bahlukane nezenzo zabo zobugwenxa, badle ubomi. Guqukani! Guqukani kwiindlela zenkohlakalo. Ngani ukuba nide nife, ndlundini kaSirayeli?’
UHEZEKILE 33:11 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Yithi kubo, Ndihleli nje, itsho iNkosi uYehova, andiyi kukuvuyela ukufa kongendawo; ukuze ongendawo aguquke endleleni yakhe nasebomini bakhe. Yini na ukuba nife, ndlu kaSirayeli?
UHEZEKILE 33:11 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Yiti kubo: Ndihleli nje mna, itsho INKOSI e NGUYEHOVA, anditandi ukufa kwokohlakeleyo, koko nditanda ukuguquka kwokohlakeleyo endleleni yake, ukuba adle ubomi: guqukani, guqukani kuzo indlela zenu ezikohlakeleyo: ngokuba kunganina ukuba niya kufa, ndlu ka‐Sirayeli!