UHEZEKILE 20:20
UHEZEKILE 20:20 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
nizingcwalise iisabatha zam, zibe ngumqondiso phakathi kwam nani, ukuze názi ukuba ndinguYehova uThixo wenu.
Share
Funda UHEZEKILE 20UHEZEKILE 20:20 IBHAYIBHILE (XHO96)
Yigcineni iyodwa iMila yam yokuPhumla, ukuze ibe ngumqondiso phakathi kwam nani. Kwakuba njalo niya kwazi ukuba mna ndinguNdikhoyo uThixo wenu.’
Share
Funda UHEZEKILE 20