Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UHEZEKILE 18:32

UHEZEKILE 18:32 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ngokuba akumnandi kum ukufa kofayo; itsho iNkosi uYehova. Zibuyiseni ke niphile.

Yabelana
Funda UHEZEKILE 18

UHEZEKILE 18:32 IBHAYIBHILE (XHO96)

Andikholiswa kukufa kwakhe nabani na, itsho iNkosi uNdikhoyo. Guqukani, nidle ubomi!”

Yabelana
Funda UHEZEKILE 18

UHEZEKILE 18:32 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Kuba andikholiswanga kukufa komntu ofayo, itsho iNkosi enguMongami uYehova. Ngoko ke, guquka, uphile.

Yabelana
Funda UHEZEKILE 18

UHEZEKILE 18:32 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ngokuba ndingakutandi ukufa kwalowo ufayo, itsho INKOSI e NGUYEHOVA: ngako ziguquleni, nibudle ubomi.

Yabelana
Funda UHEZEKILE 18
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo