UHEZEKILE 18:31
UHEZEKILE 18:31 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Lahlani zonke izikreqo zenu enikreqe ngazo, nizenzele intliziyo entsha nomoya omtsha. Yini na ukuba nife, ndlu kaSirayeli?
Yabelana
Funda UHEZEKILE 18UHEZEKILE 18:31 IBHAYIBHILE (XHO96)
Yahlukanani nezikreqo ebenifudula nizenza, nizifumanele intliziyo entsha, nomoya omtsha. Ngani ukuba nife, ndlu kaSirayeli?
Yabelana
Funda UHEZEKILE 18