IEKSODUS 8:1
IEKSODUS 8:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi uYehova kuMoses, Yiya kuFaro, uthi kuye, Utsho uYehova ukuthi, Bandulule abantu bam, baye kundikhonza.
Yabelana
Funda IEKSODUS 8IEKSODUS 8:1 IBHAYIBHILE (XHO96)
*UNdikhoyo wathetha noMosis, wathi: “Yiya kukumkani, uthi ndithi kuye: ‘Khulula abantu bam baye kundinqula.
Yabelana
Funda IEKSODUS 8