IEKSODUS 7:17
IEKSODUS 7:17 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Utsho uYehova ukuthi, Uya kwazi ngale nto ke ukuba ndinguYehova: yabona, ndiwabetha amanzi oMlambo umNayile ngesandla sam, abe ligazi.
Yabelana
Funda IEKSODUS 7IEKSODUS 7:17 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Utsho uYehova ukuthi, Uya kwazi ngale nto ke ukuba ndinguYehova. Yabona, ndiya kubetha ngentonga esesandleni sam emanzini omlambo, aguqulwe abe ligazi
Yabelana
Funda IEKSODUS 7