IEKSODUS 5:2
IEKSODUS 5:2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi uFaro, Ngubani na uYehova, ukuba ndiphulaphule izwi lakhe, lokuba ndindulule uSirayeli? Andimazi uYehova, kananjalo andiyi kumndulula uSirayeli.
Yabelana
Funda IEKSODUS 5IEKSODUS 5:2 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ukumkani ke yena waphendula wathi: “Kanti kuxa engubani uNdikhoyo ukuba ndingade ndimthobele ndiwakhulule amaSirayeli? Hayi bo! Andazani naye mna; ngoko ke amaSirayeli àkahamb' apha.”
Yabelana
Funda IEKSODUS 5