IEKSODUS 35:30-31
IEKSODUS 35:30-31 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi uMoses koonyana bakaSirayeli, Khangelani, UYehova umbizé ngegama uBhetsaleli, unyana kaUri, unyana kaHuri, wesizwe sakwaYuda. Umzalisile ngoMoya kaThixo, ngobulumko, nangengqondo, nangokwazi, nangobungcibi bamashishini onke
IEKSODUS 35:30-31 IBHAYIBHILE (XHO96)
UMosis wathi kumaSirayeli: “Niyabona, *uNdikhoyo unyule uBhezaleli unyana kaUri umzukulwana kaYuri wendlu kaJuda. Umzalisile ngoMoya wakhe, wamthi jize ngobugcisa nobuchule nengqiqo ephangaleleyo
IEKSODUS 35:30-31 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Wathi uMoses koonyana bakaSirayeli, Khangelani, uYehova umbize ngegama uBhetsaleli, unyana kaUri, unyana kaHuri, wesizwe sakwaYuda. Wazaliswa ngumoya kaThixo ngobulumko, ukuqonda, nokwazi, nokwazi zonke iintlobo
IEKSODUS 35:30-31 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Waza u‐Mosesi wati elusatsheni luka‐Sirayeli: Niyabona ke, UYEHOVA umbizile ngegama u‐Betsalele, unyana ka‐Uri, unyana ka‐Hure, owesizwe sika‐Juda. Yena umzalisile ngomoya KATIXO, ngobulumko, nangengqondo, nangokwazi, nangentlobo zonke zomsebenzi