IEKSODUS 22:25
IEKSODUS 22:25 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ukuba uthe wababoleka imali ihlwempu labantu bakowethu, uze ungaliboleki imali, ungalibizi nzala.
Yabelana
Funda IEKSODUS 22IEKSODUS 22:25 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Xa uboleke omnye kubantu bam abahlelelekileyo imali, mayingabi ngathi ùngumbolekisi-mali; ngoko ke sukumbiza nzala.
Yabelana
Funda IEKSODUS 22IEKSODUS 22:25 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ukuba ùthe wababoleka imali abantu bam abaziintsizana abanawe, uze ungabi kubo njengomboleki-mali: uze ungababizi nzala.
Yabelana
Funda IEKSODUS 22IEKSODUS 22:25 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Xa uboleke omnye kubantu bam abahlelelekileyo imali, mayingabi ngathi ùngumbolekisi-mali; ngoko ke sukumbiza nzala.
Yabelana
Funda IEKSODUS 22