IEKSODUS 16:2-3
IEKSODUS 16:2-3 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Labakrokrela ooMoses noAron lonke ibandla loonyana bakaSirayeli entlango apho. Bathi oonyana bakaSirayeli kubo, Akwaba besife sisandla sikaYehova ezweni laseYiputa, xa sasihleli ngasezimbizeni zenyama, sisidla isonka sada sahlutha; ngokuba nisikhuphele kule ntlango, ukuze nisibhubhise sonke esi sikhungu ngendlala.
IEKSODUS 16:2-3 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Labakrokrela ooMoses noAron lonke ibandla loonyana bakaSirayeli entlango apho. Bathi oonyana bakaSirayeli kubo, Ukuba besife sisandla sikaYehova ezweni laseYiputa, xa sasihleli ngasezimbizeni zenyama, sidla izonka ezininzi; ngokuba nisikhuphele kule ntlango, ukuze nilibulale lonke eli bandla ngendlala.

IEKSODUS 16:2-3 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kanye ke apho kuloo ntlango amaSirayeli abakhalazela ooMosis noAron, athi kubo: “Akwaba *uNdikhoyo wayesibulalele eJiputa. Kaloku noko khona sasisitya inyama; kanti ke nokunye ukutya sasikutya side sikushiye. Kuba kucacile nisizise kule ntlango ukuze eli bandla xa lilonke nilichane ngendlala life.”
IEKSODUS 16:2-3 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Labakrokrela ooMoses noAron lonke ibandla loonyana bakaSirayeli entlango apho. Bathi oonyana bakaSirayeli kubo, Ukuba besife sisandla sikaYehova ezweni laseYiputa, xa sasihleli ngasezimbizeni zenyama, sidla izonka ezininzi; ngokuba nisikhuphele kule ntlango, ukuze nilibulale lonke eli bandla ngendlala.
IEKSODUS 16:2-3 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Yasuka yaṙoṙa yonke intlanganiso yosapo luka‐Sirayeli ngaku‐Mosesi nangaku‐Arone entlangoapo. Lwaye usapo luka‐Sirayeli lusiti kubo: Akwaba sabesifele ezweni le‐Jipete ngesandla SIKAYEHOVA, nxa sibe sihleli ngasezimbizeni zenyama, nanxa sibe sisitya isonka kwada kwahlutwa! ngokuba nisipumisile ukuza kulentlango, ukuba nibubise wonke lomhlambi ngokulamba.