IEKSODUS 14:13
IEKSODUS 14:13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi uMoses ebantwini, Musani ukoyika; misani, nilubone usindiso lukaYehova aya kunenzela lona namhla; kuba amaYiputa lawo niwabonileyo namhlanje, anisayi kuphinda niwabone naphakade.
Yabelana
Funda IEKSODUS 14IEKSODUS 14:13 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke yena uMosis wathi kuwo: “Sanukoyika; qinani! Niza kubona; uNdikhoyo uza kunihlangula namhlanje! Ke wona la maJiputa niwabonayo namhlanje soze niphinde niwabone kwakhona!
Yabelana
Funda IEKSODUS 14IEKSODUS 14:13 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Wathi uMoses ebantwini, Musani ukoyika; lindani nje, nilubone usindiso aya kunenzela lona uYehova namhla; kuba amaYiputa lawo niwabonileyo namhlanje, anisayi kuphinda niwabone naphakade.
Yabelana
Funda IEKSODUS 14IEKSODUS 14:13 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Koko wati u‐Mosesi ebantwini: Ningoyiki, yimani, nibone usindiso LUKAYEHOVA, aya kunenzela namhla nje; ngokuba ama‐Jipete eniwabonileyo namhla nje, ningasayi kupinda ukuwabona kude kube ngunapakade.
Yabelana
Funda IEKSODUS 14