IEKSODUS 11:1
IEKSODUS 11:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
UYehova wathi kuMoses, Ndisaya kufikisa sibetho sinye phezu koFaro naphezu kweYiputa, emveni koko wónindulula nimke apha; xa anindulula kuphele, úya kunigxotha kanye, nimke apha.
Yabelana
Funda IEKSODUS 11IEKSODUS 11:1 IBHAYIBHILE (XHO96)
*UNdikhoyo wabhekisa kuMosis wathi: “Uyabona ke, ukumkani lo ndawonye nabantu bakhe ndiya kumzisela isibetho sokugqibela. Emva kweso ke uya kunikhulula nihambe. Enyanisweni uya kunigxotha niphume niphele.
Yabelana
Funda IEKSODUS 11IEKSODUS 11:1 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Wathi uYehova kuMoses, Andiwisanga nasinye isigwebo phezu koFaro naphezu kweYiputa; emveni koko uya kunisusa apha; ukuba akanindululi, wonigxotha kuphele apho.
Yabelana
Funda IEKSODUS 11IEKSODUS 11:1 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
(Ngokuba ebete UYEHOVA ku‐Mosesi: Kuseko isibeto sinye endiya kusizisa pezu kwo‐Faro napezu kwe‐Jipete; woti emveni kwoko anindulule kulendawo: kekaloku akunindulula, uya kugqibela ukunigxota apa.
Yabelana
Funda IEKSODUS 11