UESTERE 2:17
UESTERE 2:17 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
uYehova wamthanda uEstere ngaphezu kwabafazi bonke; Ngoko wamthwesa isithsaba sobukumkani entlokweni yakhe, wamenza ukumkanikazi esikhundleni sikaVashti.
UESTERE 2:17 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ukumkani wamthanda uEstere ngaphezu kwabafazi bonke; wambabala, wamenzela inceba ngaphezu kweentombi zonke; unkontsho lobukumkanikazi walubeka entlokweni yakhe, wamenza ukumkanikazi esikhundleni sikaVashti.
UESTERE 2:17 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke kaloku ukumkani lowo wakhangwa ngendlela eyodwa nguEstere lowo; ewe, kuzo zonke ezo ntombi ayikho eyawelwa ngukumkani njengoEstere lowo, yena wamkholisa ngokugqithisileyo. Ngoko ke ukumkani wathwesa uEstere iqhiya yobukumkanikazi, wamfaka esikhundleni sikaVashiti.
UESTERE 2:17 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Waza ukumkani wamtanda u‐Esetere pezu kwawo onke amankazana; wayefumana ufefe nobubele ebusweni bake ngapezu kwazo zonke intombi; wada wabeka isitsaba sobukumkani entlokweni yake, wamenza ukumkanikazi esikundleni sika‐Vashiti.