KWABASE-EFESE 5:15-16
KWABASE-EFESE 5:15-16 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Khangelani ngoko, ukuba ningáthini na, ukuze kucokiseke ukuhamba kwenu; ningabi njengabaswele ubulumko, yibani njengezilumko; nizongela ixesha eli, ngokuba le mihla ayindawo.
Yabelana
Funda KWABASE-EFESE 5KWABASE-EFESE 5:15-16 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngoko ke yigqaleni indlela eniziphatha ngayo. Yibani ngabantu abanengqondo; musani ukuba ziziyatha. Eli thuba ninalo lisebenziseni kakuhle, kuba akho amaxesha amabi.
Yabelana
Funda KWABASE-EFESE 5