KWABASE-EFESE 2:10
KWABASE-EFESE 2:10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuba thina singumsebenzi wakhe, sídalelwe kuKristu Yesu, ukuze senze imisebenzi elungileyo, awayilungisayo uThixo ngenxa engaphambili, ukuze sihambe kuyo.
Yabelana
Funda KWABASE-EFESE 2KWABASE-EFESE 2:10 IBHAYIBHILE (XHO96)
Singumsebenzi wezandla zikaThixo ke thina. Kaloku simanywe noYesu Krestu nje, uThixo wasidalela ukuba sizinikele ekwenzeni imisebenzi emihle awasimisela yona kwangaphambili.
Yabelana
Funda KWABASE-EFESE 2KWABASE-EFESE 2:10 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kuba thina singumsebenzi wakhe kuKristu Yesu, sidalelwe imisebenzi emihle, awayilungisayo uThixo ngenxa engaphambili, ukuze sihambe kuyo.
Yabelana
Funda KWABASE-EFESE 2