IDUTERONOMI 1:8
IDUTERONOMI 1:8 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Yabonani, ndinivelisela ihlabathi; Ngenani, nilidle ilifa ilizwe, awafungayo uYehova kooyihlo uAbraham, noIsake, noYakobi, ukuba wolinika bona, nembewu yabo emva kwabo.
Yabelana
Funda IDUTERONOMI 1IDUTERONOMI 1:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Khangelani, ndinisikele ilizwe. Ngenani, nakhe kwelo zwe wafungáyo uYehova kooyihlo, ooAbraham noIsake noYakobi, ukuba wolinika bona, nembewu yabo emva kwabo.
Yabelana
Funda IDUTERONOMI 1IDUTERONOMI 1:8 IBHAYIBHILE (XHO96)
Niyabona, lo mhlaba ndiwunika nina. Ngoko ke hambani niwuthathe, nime kuwo. Kaloku ndênza isibhambathiso sokuwunika ookhokho benu, uAbraham, uIsake, noYakobi, ngokunjalo nezizukulwana zabo.’ ”
Yabelana
Funda IDUTERONOMI 1IDUTERONOMI 1:8 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Bona ke, ndilibekile pambi kwenu ilizwe elo: ngenani nifuye ilizwe owabefunga ngalo UYEHOVA koyihlo benu, u‐Abrahame, u‐Yisake, no‐Yakobi, ukuba uya kulinika kubo, nakwinzalo yabo emva kwabo.
Yabelana
Funda IDUTERONOMI 1