Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UDANIYELI 3:19

UDANIYELI 3:19 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Wesuka uNebhukadenetsare wazala bubushushu, nokumila kobuso bakhe baba bubi kuShadraki, noMeshaki, noAbhede-nego; waphendula wathi, iziko malenziwe libe shushu ngokuphindwe kasixhenxe, kunoko fudula lisenziwa shushu ngako.

Yabelana
Funda UDANIYELI 3

UDANIYELI 3:19 IBHAYIBHILE (XHO96)

Hayi ke ngoku, ukumkani uNebhukadenezare watsho wandlongozela ngumsindo, nobuso bakhe baxubayela ngakooShedreki noMeshaki noAbhednigo. Ngoko ke wathi iziko malibaswe ngokuphindwe kasixhenxe kunesiqhelo.

Yabelana
Funda UDANIYELI 3

UDANIYELI 3:19 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

uNebhukadenetsare wazala ngumsindo, nembonakalo yobuso bakhe yeya kuShadraki, noMeshaki, noAbhede-nego; ke ngoko, wathetha waza waziyalela ukuba zisonge ngokuphindwe kasixhenxe kunoko bekukade kusongwa.

Yabelana
Funda UDANIYELI 3

UDANIYELI 3:19 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Wandula u‐Nebukanetsare wazala buṙalaṙume, kwati ukubonakala kwobuso bake kwaguqulwa ngakubo o‐Shadraki, no‐Meshaki, no‐Habedi‐nego: wateta, waxela ukuba iziko malenziwe shushu kube kasixe̔nxe ngapezulu koko fudula lenziwa shushu ngako.

Yabelana
Funda UDANIYELI 3
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo