UDANIYELI 12:10
UDANIYELI 12:10 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Abaninzi baya kuhlanjululwa, benziwe mhlophe, bahlanjululwe; ke abangendawo baya kwenza okungendawo; bonke abangendawo abayi kukuqonda; ke zona izilumko ziya kuqonda.
Yabelana
Funda UDANIYELI 12UDANIYELI 12:10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Abaninzi baya kuzenza nyulu, bazenze mhlophe, banyibilikiswe; ke abangendawo baya kwenza okungendawo. Abangendawo bonke abayi kukuqonda oko, kodwa abanengqiqo baya kukuqonda.
Yabelana
Funda UDANIYELI 12UDANIYELI 12:10 IBHAYIBHILE (XHO96)
Abantu abaninzi baya kuhlanjululwa, bacoceke, bacikizeke; ke bona abantu abakhohlakeleyo baya kuqhubela phambili ngenkohlakalo yabo. Xa bebonke abakhohlakeleyo baya kuncitheka bangaqondi; ke zona izilumko ziya kuqonda.
Yabelana
Funda UDANIYELI 12UDANIYELI 12:10 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Abaninzi baya kuhlanjululwa, benzwe mhlope, balingwe nokulingwa; kodwa abakohlakeleyo baya kwenza ngokukohlakeleyo: baye bengayi kuqonda bonke abakohlakeleyo; kodwa abalumkileyo baya kuqonda.
Yabelana
Funda UDANIYELI 12