UAMOSI 5:14
UAMOSI 5:14 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Funani okulungileyo, ningafuni okubi, ukuze niphile; aze uYehova, uThixo wemikhosi, abe nani, njengoko nitshoyo.
Yabelana
Funda UAMOSI 5UAMOSI 5:14 IBHAYIBHILE (XHO96)
Quqelani kokulungileyo, ingekuko okubi, khon' ukuze niphile, naye uNdikhoyo, uThixo onamandla onke, abe phakathi kwenu, njengoko nizingca ngaloo nto.
Yabelana
Funda UAMOSI 5