UAMOSI 2:7
UAMOSI 2:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
bona abo bazondayo ukuba intloko yezisweli ibe nothuli lomhlaba, bayijike indlela yabalulamileyo; umntu noyise baya ntombini-nye, ukuze balihlambele igama lam elingcwele
Yabelana
Funda UAMOSI 2UAMOSI 2:7 IBHAYIBHILE (XHO96)
Iindwayi azinyhasha iintloko zibe luthuli, zona iimpula-kalujaca azitsho ziphume endleleni. Unyana noyise babolekisana ngenkazana enye, benyelisa igama lam elingcwele.
Yabelana
Funda UAMOSI 2