UAMOSI 2:6
UAMOSI 2:6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Utsho uYehova ukuthi, Ngenxa yezikreqo ezithathu zakwaSirayeli, ngenxa yeziné — andiyi kuyibuyisa umva le nto — ngenxa yokuba bathengisa ilungisa ngesilivere, bathengisa ihlwempu ngeembadada ezimbini
Yabelana
Funda UAMOSI 2UAMOSI 2:6 IBHAYIBHILE (XHO96)
Utsho *uNdikhoyo ukuthi: “Nokuba amaSirayeli ayone izihlandlo zazithathu ngendingasirhoxisanga isohlwayo sam. Kambe ke suke agqithisa ngokona isihlandlo sesine. Kaloku wona azuza imali ngokuthengisa ngabantu abathembekileyo, ihlwempu lona ananise ngalo ngeembadada.
Yabelana
Funda UAMOSI 2