IZENZO 26:16
IZENZO 26:16 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kodwa sukuma, ume ngeenyawo; kuba ndibonakele kuwe ngenxa yoku, ukuze ndikwenze umlungiseleli nengqina lezi zinto uzibonileyo, nendiya kubonakala kuwe ngazo
Share
Funda IZENZO 26IZENZO 26:16 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Vuka, ume ngeenyawo; kuba ndibonakele kuwe ngenxa yoku, ukuba ndikumise ube ngumkhonzi nengqina lezi zinto uzibonileyo, nendiya kubonakala kuwe ngazo
Share
Funda IZENZO 26IZENZO 26:16 IBHAYIBHILE (XHO96)
Vuka ume ngeenyawo. Ndibonakala kuwe ngesi sizathu sokuba ndikumisele ube sisicaka sam, ungqine kwabanye abantu ngokundibona kwakho namhlanje, nangezinto endisaza kukubonisa zona.
Share
Funda IZENZO 26