IZENZO 21:13
IZENZO 21:13 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Waphendula uPawulos wathi, Nenzani na ukulila niyityumze intliziyo yam? kuba mna ndingalungele kubotshwa kodwa; ndilungele nokufa eYerusalem, ngenxa yegama leNkosi uYesu.
Yabelana
Funda IZENZO 21IZENZO 21:13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Waphendula ke uPawulos, wathi, Nenzani na ukulila niyityumze intliziyo yam? kuba mna ndingàlungele kubotshwa kodwa; ndilungele nokufa eYerusalem, ngenxa yegama leNkosi uYesu.
Yabelana
Funda IZENZO 21