Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

USAMUWELI II 1:12

USAMUWELI II 1:12 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

bammbambazelela, balila, bakuzila ukudla kwada kwahlwa, ngenxa kaSawule, nangenxa kaYonatan unyana wakhe, nangenxa yabantu bakaYehova, nangenxa yendlu kaSirayeli; ngokuba bewile likrele.

Yabelana
Funda USAMUWELI II 1

USAMUWELI II 1:12 IBHAYIBHILE (XHO96)

Bazila, balila, abatya nokutya oku kwada kwahlwa, belilela uSawule nonyana wakhe uJonatan kunye namaSirayeli, abantu *bakaNdikhoyo, ababewe ngekrele.

Yabelana
Funda USAMUWELI II 1

USAMUWELI II 1:12 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Balila, balila baza bazila ukutya kwada kwahlwa ngenxa kaSawule nangenxa kaYonatan unyana wakhe nangenxa yabantu bakaYehova nangenxa yendlu kaSirayeli; ngokuba bawa likrele.

Yabelana
Funda USAMUWELI II 1

USAMUWELI II 1:12 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

baza benza isijwili, balila, bazila ukutya kwada kwahlwa, ngenxa ka‐Saule, nangenxa ka‐Jonatane unyana wake, nangenxa yabantu BAKAYEHOVA, nangenxa yendlu ka‐Sirayeli, ngokuba bebewile ngeṙele.

Yabelana
Funda USAMUWELI II 1
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo