OOKUMKANI II 6:6
OOKUMKANI II 6:6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi umfo wakwaThixo, Iwe phi na? Wambonisa loo ndawo. Wanqumla uluthi, waluphosa khona. Yadada intsimbi.
Yabelana
Funda OOKUMKANI II 6OOKUMKANI II 6:6 IBHAYIBHILE (XHO96)
Wabuza wathi umfo wakwaThixo: “Liwe phi?” Akuba ebonisiwe ke uElisha wagawula ukhuni, waza waluphosa kuloo ndawo lalitshone kuyo izembe. Ke izembe elo latsho lavela ladada.
Yabelana
Funda OOKUMKANI II 6