KWABASEKORINTE II 9:10-11
KWABASEKORINTE II 9:10-11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wanga ke angathi, ompha imbewu umhlwayeli, nesonka sokudliwa, aniphe ayandise imbewu yenu, ahlumise isiqhamo sobulungisa benu; nithi ngeendawo zonke nityetyiselwe ekunyaniseni konke, kona kusebenzayo ngathi umbulelo kuThixo.
KWABASEKORINTE II 9:10-11 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kekaloku wanga angati lowo obabala imbewu kumhlwayeli, nesonka sibe kukudla, ababale andise isihlwayelo senu, akulise iziqa̔mo zobulungisa benu; nityetyiswa nje ezintweni zonke kube sisisa sonke, esizuzisayo ngati umbulelo KUTIXO.
KWABASEKORINTE II 9:10-11 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke uThixo obonelela umhlwayeli ngembewu nangesonka, uya kunibonelela nani ngembewu eniyisweleyo, ayikhulise inivelisele isivuno esihle ngokobubele benu. Nohlala nanele ukuze nikwazi ukusoloko ninezinwe, khon' ukuze uThixo abulelwe ngabantu abaninzi ngenxa yezipho zenu abazifumana kuthi.
KWABASEKORINTE II 9:10-11 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Lowo unika imbewu umhlwayeli wokulungiselela isonka sokudla kwenu, aphinde ayandise imbewu yenu, andise isiqhamo sobulungisa benu; nithi ngeendawo zonke nityetyiselwe ekunyaniseni konke, kona kusebenzayo ngathi umbulelo kuThixo.