KWABASEKORINTE II 5:5
KWABASEKORINTE II 5:5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ke kaloku lo usisebenzele kwaloo nto nguThixo, osinike nokusinika isinyaniso sakhe uMoya.
KWABASEKORINTE II 5:5 IBHAYIBHILE (XHO96)
NguThixo ngokwakhe osilungiselela le nguqulelo; nguye osinike uMoya oyiNgcwele osisiqinisekiso sazo zonke izinto asilungiselele zona.