KWABASETESALONIKA I 2:4
KWABASETESALONIKA I 2:4 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Sithi, njengoko sicikidiweyo nguThixo, ukuba siphathiswe iindaba ezilungileyo, senjenjalo ukuthetha; singangi sikholisa abantu, kuba sikholisa uThixo ozicikidayo iintliziyo zethu.
Yabelana
Funda KWABASETESALONIKA I 2KWABASETESALONIKA I 2:4 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Sithi, njengoko sicikidiweyo nguThixo, ukuba siphathiswe iindaba ezilungileyo, senjenjalo ukuthetha; singangi sikholisa abantu, kuba sikholisa uThixo ozicikidayo iintliziyo zethu.
Yabelana
Funda KWABASETESALONIKA I 2KWABASETESALONIKA I 2:4 IBHAYIBHILE (XHO96)
Koko ndityunjwe nguThixo nje, ndakufanela nokuphathiswa iindaba ezimnandi, ndisuka ndithethe ngezinto eziphathelele kwezo ndaba. Andizicengezeli mntwini, ndizicengezela kuThixo kuphela, yena ohleli ezazi iingcinga zethu.
Yabelana
Funda KWABASETESALONIKA I 2