USAMUWELI I 7:4
USAMUWELI I 7:4 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Bamlahla ke oonyana bakaSirayeli ooBhahali noAshtaroti, bakhonza uYehova yedwa.
Share
Funda USAMUWELI I 7USAMUWELI I 7:4 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Oonyana bakaSirayeli babasusa ke ooBhahali• nooAshtaroti, bakhonza uYehova yedwa.
Share
Funda USAMUWELI I 7USAMUWELI I 7:4 IBHAYIBHILE (XHO96)
AmaSirayeli ke ayilahla imifanekiso kaBhali noAshtaroti, akhonza uNdikhoyo yedwa qwaba.
Share
Funda USAMUWELI I 7