USAMUWELI I 12:22
USAMUWELI I 12:22 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ngenxa yokuba uYehova akayi kubafulathela abantu bakhe ngenxa yegama lakhe elikhulu, ngenxa yokuba kwakholeka kuYehova ukunenza abantu bakhe.
Yabelana
Funda USAMUWELI I 12USAMUWELI I 12:22 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuba uYehova akayi kubashiya abantu bakhe, ngenxa yegama lakhe elikhulu; ngokuba kwakholeka kuYehova ukunenza abantu bakhe.
Yabelana
Funda USAMUWELI I 12