KAPETROS I 4:8
KAPETROS I 4:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngaphezu kweento zonke ke, yibani nothandano olunyamekileyo, ngokuba uthando luya kugubungela inkitha yezono.
Yabelana
Funda KAPETROS I 4KAPETROS I 4:8 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngaphezu koko ke hlalani nithandana, kuba kaloku uthando luyazingcwaba izono.
Yabelana
Funda KAPETROS I 4KAPETROS I 4:8 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ngaphezu kweento zonke ke yibani nothandano olunyamekileyo, ngokuba uthando luya kugubungela inkitha yezono.
Yabelana
Funda KAPETROS I 4