KAPETROS I 4:1-2
KAPETROS I 4:1-2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ekubeni ngoko uKristu eve ubunzima ngenxa yethu esenyameni, xhobani nani kwaloo ngcingane; ngokuba lowo uve ubunzima esenyameni, ukhunyulwe ekoneni; ukuze ixesha eliseleyo enyameni ningabi saliphilela ezinkanukweni zabantu, niliphilele ekuthandeni kukaThixo.
KAPETROS I 4:1-2 IBHAYIBHILE (XHO96)
Njengoko noKrestu wamelanayo nale ntlupheko yalo mhlaba, ngokunjalo ke nani zimiseleni, nifuze yena. Kaloku umntu ocikidiweyo yintlupheko uyalumleka esonweni, aze athi ke ngexesha asenalo emhlabeni angaphileli ukwanelisa iminqweno yesimo esidala, koko aphilele ukwenza oko kuthandwa nguThixo.
KAPETROS I 4:1-2 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ekubeni ngoko uKristu eve ubunzima ngenxa yethu esenyameni, xhobani nani kwaloo ngcingane; ngokuba lowo uve ubunzima esenyameni, ukhunyulwe ekoneni; ukuze ixesha eliseleyo enyameni ningabi saliphilela ezinkanukweni zabantu, niliphilele ekuthandeni kukaThixo.
KAPETROS I 4:1-2 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngako ekubeni u‐Kristu wasivelayo tina intlungu enyameni, nani zixo̔beni ngayo inkumbulo ekwa yiyo; ngokuba ovileyo intlungu enyameni enqamkile kwisono; ukuze ixesha elisaseleyo lokuhlala enyameni angabi sapila ngenkanuko zabantu, koko apile ngentando KATIXO.