KAPETROS I 1:3-4
KAPETROS I 1:3-4 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Makabongwe uThixo, uYise weNkosi yethu uYesu Kristu, othe ngokobuninzi benceba yakhe, wasizala ngokutsha, ukuba sibe nethemba eliphilileyo ngokuvuka kukaYesu Kristu kwabafileyo; ukuba sibe nelifa elingenakonakala, elingenakudyobheka, elingenakubuna, eligcinelwe nina emazulwini
KAPETROS I 1:3-4 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Makabongwe uThixo, uYise weNkosi yethu uYesu Kristu, othe ngokobuninzi benceba yakhe, wasizala ngokutsha, ukuba sibe nethemba eliphilileyo ngokuvuka kukaYesu Kristu kwabafileyo; sibe nelifa elingenakonakala, elingenakudyobheka, elingenakuguga, eniligcinelweyo emazulwini
KAPETROS I 1:3-4 IBHAYIBHILE (XHO96)
Makabongwe uThixo noYise weNkosi yethu uYesu Krestu, othe ngenceba wasinika ubomi obutsha ngokuvusa uYesu Krestu ekufeni! Kungenxa yaloo nto ke sinethemba elingagungqiyo nje, sihleli silinde ilifa leentsikelelo asigcinele zona uThixo. Azinakubola ezo ntsikelelo, azinakonakala, azinako nokutshitsha.
KAPETROS I 1:3-4 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Makabongwe yena UTIXO noyise WENKOSI yetu u‐Yesu Kristu, ote ngokwobuninzi bobubele bake wasizala ngokutsha kube litemba elipilileyo ngako ukuvuka kuka‐Yesu Kristu ekufeni, kube lilifa elingonakaliyo, elinganco̔lisekileyo, elingagugiyo, linilindiselwe ezulwini