OOKUMKANI I 9:3
OOKUMKANI I 9:3 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Wathi uYehova kuye, Ndikuvile ukuthandaza kwakho nokutarhuzisa kwakho okwenzileyo phambi kwam; aya kuhlala elapho amehlo am nentliziyo yam.
OOKUMKANI I 9:3 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Wayesiti UYEHOVA kuye: Ndivile umtandazo wako, nesitaṙuziso sako utaṙuzisile ngaso ebusweni bam; ndenzile ngcwele indlu le oyakileyo, ukuba ndibeke igama lam kona kude kube ngunapakade; kwakuya kubako kona amehlo am nentliziyo yam imihla yonke.
OOKUMKANI I 9:3 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi uYehova kuye, Ndikuvile ukuthandaza kwakho nokutarhuzisa kwakho otarhuzise ngako phambi kwam. Ndiyingcwalisile ke le ndlu uyakhileyo, ukuba libekwe khona igama lam kude kuse ephakadeni; aya kuba khona amehlo am nentliziyo yam imihla yonke.
OOKUMKANI I 9:3 IBHAYIBHILE (XHO96)
UNdikhoyo wathetha naye wathi: “Ndiwuvile umthandazo nezikhungo ozenzileyo kum. Le ndlu uyakhele ukuhlala igama lam ndiyingcwalisile. Amehlo am ohlala kuyo, intliziyo yam ingaze yahlukane nayo.