OOKUMKANI I 17:15
OOKUMKANI I 17:15 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Waya ke, wenza ngokwelizwi likaEliya, wadla yena, naye, nendlu yakhe, zaziintsuku.
Yabelana
Funda OOKUMKANI I 17OOKUMKANI I 17:15 IBHAYIBHILE (XHO96)
Umhlolokazi lowo ke wemka waza wenza ngokomyalelo kaEliya. Kwahlala kukhona ke ukutya okwanele uEliya nomhlolokazi lowo nosapho lwakhe.
Yabelana
Funda OOKUMKANI I 17