KAYOHANE I 2:15-16
KAYOHANE I 2:15-16 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Musani ukulithanda ihlabathi, kwanezinto ezisehlabathini. Ukuba kukho othi alithande ihlabathi, uthando lukaYise alukho kuye. Ngokuba konke okusehlabathini, inkanuko yenyama, nenkanuko yamehlo, noqhankqalazo lobu bomi, asikokuphuma kuye uYise, kokuphuma ehlabathini.
KAYOHANE I 2:15-16 IBHAYIBHILE (XHO96)
Musani ukulithanda ihlabathi, nezinto zalo ngokunjalo. Nabani na olithandayo eli hlabathi akazani nothando lukaThixo. Kaloku zonke izinto zeli hlabathi – iinkanuko zesimo esonakeleyo, ukubawa, namagugu obu bomi – aziveli kuThixo, koko zizinto zeli hlabathi.
KAYOHANE I 2:15-16 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Musani ukulithanda ihlabathi, kwanezinto ezisehlabathini. Ukuba kukho othi alithande ihlabathi, uthando lukaYise alukho kuye. Kaloku konke okusehlabathini, inkanuko yenyama, nenkanuko yamehlo, noqhankqalazo lobu bomi, asikokuphuma kuye uYise, kokuphuma ehlabathini.
KAYOHANE I 2:15-16 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ningalitandi ilizwe, kwa nezinto ezikulo ilizwe. Xeshekweni umntu alitandayo ilizwe, utando LUKAYISE aluko kuye. Ngokuba konke okuselizweni, inkanuko yenyama, nenkanuko yamehlo, ner̔atshi lobomi, kungaveli kuye UYISE, kuvela kulo ilizwe.