KWABASEKORINTE I 9:25
KWABASEKORINTE I 9:25 IBHAYIBHILE (XHO96)
Nabani na ozigqatsayo kukhuphiswano uba phantsi kwengqeqesho engqongqo. Le nto uyayinyamezela khon' ukuze afumane isithsaba esibunayo. Kodwa thina siyenza siza kuzuza isithsaba esingagugiyo.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 9KWABASEKORINTE I 9:25 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Bonke ke abantu abazamayo, baba ziingcathu ezintweni zonke. Bona abo ke okunene benzela ukuze bazuze isithsaba esinokonakala; kodwa thina, esingenakonakala.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 9KWABASEKORINTE I 9:25 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Bonke ke abantu abazamayo, baba ziingcathu ezintweni zonke. Oko ke ukuze bazuze isithsaba esinokonakala; ke thina, singenakonakala.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 9KWABASEKORINTE I 9:25 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kanjako bonke abazamayo ezindlalweni bayenza ngobunca̔tu ezintweni zonke. Kekaloku bona abo ke bayazama ukuze bamkele isitsaba esonakalayo, kodwa tina ukuze samkele esingonakaliyo.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 9