KWABASEKORINTE I 14:1
KWABASEKORINTE I 14:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Phuthumani uthando olo, nibe kodwa nizizondelela izipho ezizezoMoya, ngokukodwa ke ukuba niprofete.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 14KWABASEKORINTE I 14:1 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngoko ke langazelelani uthando, ningaziyeki phofu nezinye izipho zoMoya, ingakumbi isiphiwo sokushumayela.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 14