KwabaseRoma 10:11-13

KwabaseRoma 10:11-13 CXB24

Kuba isibhalo sithi, Bonke abakholwayo kuye abayi kudaniswa. Akukho kwahluka kwamYuda namGrike; kuba ikwayiloo Nkosi eyiNkosi yabo bonke, ibubutyebi kubo bonke abayinqulayo. Kuba bonke abasukuba belinqula igama leNkosi bosindiswa.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne KwabaseRoma 10:11-13