Lathi izulu lemka, njengencwadi esongwayo; zathi zonke iintaba neziqithi zashenxiswa ezindaweni zazo. Ke bona ookumkani bomhlaba, nezinhanha, nezityebi, nabaphathi-mikhosi, nabanamandla, nabakhonzi bonke, nabakhululekileyo, bazifihla emiqolombeni nasemaweni eentaba.
Funda IsiThyilelo 6
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IsiThyilelo 6:14-15
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo