Musa ukuzoyika izinto oza kubandezeleka ngazo. Yabona, uMtyholi uza kuyiphosa inxenye yenu entolongweni, ukuze nilingwe; Ke niya kuba nembandezelo imihla elishumi; thembekile kude kuse ekufeni, ndokunika isithsaba sobomi.
Funda IsiThyilelo 2
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IsiThyilelo 2:10
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo