KwabaseFilipi 1:20-21

KwabaseFilipi 1:20-21 CXB24

kuye ngokulangazelela nangokuthemba kwam, ukuba andiyi kudaniswa nganto; uya kusuka ngako konke ukungafihlisi, njengokwamaxesha onke, athi nangoku enziwe mkhulu uKristu emzimbeni wam, nokuba na kungobomi, nokuba kungokufa. Kuba kum mna, ukudla ubomi kunguKristu, ukufa kuyinzuzo.