Ndathi kubo, Niyabubona ububi esikubo, ukuba iYerusalem yinxuwa, ukuba iingcango zayo zitshiswe ngomlilo; yizani silwakhe udonga lweYerusalem, singabi saba lihlazo. Ndabaxelela ukulunga kum isandla soThixo wam; namazwi okumkani, awawathethayo kum. Athi: Masilinde, masakhe. Bazomeleza izandla zabo ukuwenza lo msebenzi ulungileyo.
Funda uNehemiya 2
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uNehemiya 2:17-18
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo