Waphendula ke wathi kubo, Aniyilesanga na, ukuba lowo wabadalayo kwasekuqalekeni wabadala bayindoda nenkazana? Wathi, Ngenxa yoko umntu womshiya uyise nonina, anamathele emfazini wakhe, baze abo babini babe nyama-nye?
Funda uMateyu 19
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uMateyu 19:4-5
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo