Wayesithi ke, Bufana nantoni na ubukumkani bukaThixo? ndiya kulifanisa nantoni na? Bunjengokhozo lwemostade, awaluthabathayo umntu, waluphosa emyezweni wakhe; yahluma, yaba ngumthi omkhulu; zathi iintaka zezulu zahlala emasebeni awo.
Funda uLuka 13
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uLuka 13:18-19
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo